IINDUMISO 121:1-2
Believers reading today
1 min read
Ulihlathi Lethu uThixo
By Ntlahla Ā· September 4, 2026
“Ndiwaphakamisele ezintabeni na amehlo am? Luya kuvela phi na uncedo lwam? Uncedo lwam luvela kuYehova, UMenzi wezulu nehlabathi” -Iindumiso 121:1-2
UThixo uyamthwala umntu wakhe kwaye soze amshiye. Asinanto xa singenaye, kwaye xa kuthe kwaphalala amandla, uThixo uyasithwala. Uzungamncami ke uThixo ngenxa yeemeko zehlabathi. Kodwa uzukhumbule ukuba yena ungamanzi obomi.
Tip: Highlight any sentence in the devotion to instantly share as a quote card or copy text.
Reflect with the flock
Tap to leave your prayer & reflection
Tip: Highlight any sentence in the devotion to instantly share as a quote card or copy text.
Want to commit to praying with a community and track your own daily walk?
Join FlockStudy ā it's free